

Dumile's email address and phone number have been validated.
Dumile
- Rate PKR 2,584
- Response 1h

PKR 2,584/hr
1st lesson free
I am a published author of the book titled "Ilishwa LeMpuma Koloni "
Lesson location
- Online
About Dumile
Molo mfundi. Igama lam nguDumile. Ndiyinzalelwane yaseMzantsi Africa ndiseMzantsi Afrika. IsiXhisa lolunye lelwimi ezisetyenziswa kakhulu eMzantsi Afrika. Injongo yam ngokufundisa ndingumntu ohlonipha kakhulu iilwimi ezithethwayo, amasiko nezithethe, iinkolo ezahlukeneyo neenkolelo zentlanga ngeentlanga. Oko konke akunakwenzekakokuthetha. Kunike umdla kakhulu ukufundisa ukuthetha kulo ndawo. Kwaye nawe mhlohli uyafunda ngobuzwe babanye abantu.
About the lesson
- All Levels
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Molo mfundi. Ndizalelwe ndakhulela kwindawo ekuthethwa IsiXhosa kuyo kuphela. Ndisifundile IsiXhosa sesikolweni ukuqala kumabanga aphantsi nakumabanga aphakamileyo. IsiXhosa bendisenza ngolwimi lokuqala esikolweni futhi ndifumana iziphumo ezincumisayo kwiimviwo. Okunika umdla nangakumbi kokokuba ndingumbali ndikwayiyo nembongi. Ndikulungene ukukubeka kwinqanaba ofuna ukufikelela kulo.
Rates
Rate
- PKR 2,584
Pack prices
- 5h: PKR 10
- 10h: PKR 20
free lessons
The first free lesson with Dumile will allow you to get to know each other and clearly specify your needs for your next lessons.
- 1hr
online
- PKR 2,584/h
Similar teachers in Cape Town
Ammara
Lahore City & Online
- PKR1,300/hr
- 1st lesson free
Waqas
Lahore City & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Sumaira
Islamabad & Online
- PKR1,500/hr
- 1st lesson free
Beenish
Lahore & Online
- PKR4,000/hr
Hafiza
Mianwali & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
ISMAIL KASURI
Lahore & Online
- PKR5,000/hr
- 1st lesson free
Nabeel
Wah & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Malik Mahmood
Lahore & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Abdul
Karachi & Online
- PKR5,000/hr
- 1st lesson free
Arslan
Bahawalnagar & Online
- PKR500/hr
- 1st lesson free
Shakeeba
Wazirabad & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Didar
Islamabad & Online
- PKR500/hr
- 1st lesson free
Azaan
Dulmial & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Sadia
Islamabad & Online
- PKR800/hr
- 1st lesson free
Fazal
Khuzdar & Online
- PKR500/hr
- 1st lesson free
-
See tutors
