

Phila
- Rate PKR 2,546
- Response 1h

PKR 2,546/hr
1st lesson free
Xhosa, ndicacisa amaqhalo nezithethe, ukubhala isishwankathelo nobuchule bokubhala isincoko noyilo, ukuhlalutya umbongo
Lesson location
- Online
About Phila
Mna ndingomnye wabafundi abaphumelela ibanga le 12 nge (distinction). Bendingomnye wabafundi ebebechongwa eskolweni ukuyomela iskolo ngengxoxo mpikiswano yesixhosa. Bendino buchule wokuphendula imibongo kwaye bendikwazi ukubhala isincoko, andithethi ngentetho engalungiselelwanga bendiyincutshe kuyo. Ndiyazidla ngesiXhosa sam kwaye ndiyanqwena wonke umntu abenebhongo neqhayiye ngesiXhosa.
About the lesson
- All Levels
- English
All languages in which the lesson is available :
English
Isixhosa asitolikwa, kodwa ndinesiqinisekiso sokuba xa undinike ithuba lokucacisela ngezinto ezidingeka kwisixhosa ungafunda lukhulu. Kubalulekile kakhulu ukwenza uyilo phambi kokuba ubhale isincoko. Zininzi indlela zokuqokelela amanqaku okuphumelela isixhosa umzekelo unganqakula kwisishwankathelo, ukuphendula umbuzo omde nokwenza iintetho elungiselweyo nenga lungiselwanga. Okokugqibela kubalulekile kakhulu ukuhlela ixesha xa ubhala iimviwo.
Rates
Rate
- PKR 2,546
Pack prices
- 5h: PKR 10
- 10h: PKR 20
online
- PKR 2,546/h
free lessons
The first free lesson with Phila will allow you to get to know each other and clearly specify your needs for your next lessons.
- 1hr
Similar teachers in Qonce
Hafiza
Mianwali & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Nabeel
Wah & Online
- PKR500/hr
- 1st lesson free
Beenish
Lahore & Online
- PKR4,000/hr
- 1st lesson free
Inara
Islamabad & Online
- PKR500/hr
- 1st lesson free
Abdul
Karachi & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Arslan
Bahawalnagar & Online
- PKR500/hr
- 1st lesson free
Shakeeba
Wazirabad & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Malik Mahmood
Lahore & Online
- PKR1,500/hr
- 1st lesson free
Tahmeena
Wah & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
Fatima
Lahore City & Online
- PKR1,500/hr
- 1st lesson free
Minahil Naeem
Lahore & Online
- PKR1,000/hr
- 1st lesson free
-
See tutors
